Inguqulelo ka spirit in isiXhosa

spirit

umoya

Ubizo-magama /spi-rit/

isibizoPlural spirits

  • 1

    umoya
    umphemfumlo
    Where are the spirits of our dead ancestors? Iphi imiphefumlo yezinyanya zethu ezaswelekayo?
  • 2

    udlamko
    Sophie is full of spirit and loves parties USophie uzele udlamko yaye uyazithanda iipati