Inguqulelo ka spit in isiXhosa

spit

-tshica

Ubizo-magama /spit/

isenzispat, spitting

  • 1

    -tshica
    The baby spat out the food Usana lwakutshica ukutya
    The bus had a sign "No spitting!" Ibhasi inomyalelo othi: "Akutshicwa!"

isibizo

  • 1

    umtshico