Inguqulelo ka spoil in isiXhosa

spoil

-onakalisa

Ubizo-magama /spoyl/

isenzispoilt, spoiled, spoiling

  • 1

    -onakalisa
    -onakala
    I burnt the food and spoilt it Ndikutshisile ukutya ndakonakalisa
  • 2

    -fekethisa
    -tefisa
    Don't spoil your children by giving them too much Musa ukubafekethisa abantwana bakho ngokubanika ngokugqithisileyo