Inguqulelo ka spread in isiXhosa

spread

-nwenwa

Ubizo-magama /spred/

isenzispreading

  • 1

    -nwenwa
    -anda
    The fire has spread to the farms Umlilo unwenwele ezifama
  • 2

    -sasaza
    -andisa
    -hambisa
    Flies spread disease Iimpukane zisasaza izifo
  • 3

    -gquma
    -andlala
    Spread the cloth on the table Andlala ilaphu etafileni
  • 4

    -qaba
    Spread butter on the bread Qaba ibhotolo esonkeni