Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika spring in isiXhosa

: spring1spring2

spring1

intlakohlaza

Ubizo-magama /spring/

isibizoPlural springs

  • 1

    intlakohlaza
    intwasahlobo
    Spring is the season between winter and summer Intlakohlaza lixesha lonyaka eliphakathi kobusika nehlobo
  • 2

    umthombo
    The women fetch fresh water from a spring Abafazi bakha amanzi emthonjeni
  • 3

    isipringi
    the metal springs of a bed izipringi zesinyithi zebhedi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika spring in isiXhosa

: spring1spring2

spring2

-tsiba

Ubizo-magama /spring/

isenzisprang, springing, sprung

  • 1

    -tsiba
    -tsibela
    -xhuma
    -xhumela
    The cat springs onto the table Ikati itsibela phezu kwetafile
    He sprang up to catch the ball Waxhumela ukubamba ibhola