Inguqulelo ka spy in isiXhosa

spy

-cupha

isenzispied, spying

  • 1

    -cupha
    -ntama
    The police paid a man to spy on the drug dealers Amapolisa ahlawule indoda ukuze icuphe abathengisi beziyobisi

isibizo

  • 1

    intlola
    They are spies working for a foreign government Baziintlola ezisebenzela urhulumente wangaphandle