Inguqulelo ka squash in isiXhosa

squash

-tyumza

Ubizo-magama /skwosh/

isenzisquashed, squashing

  • 1

    -tyumza
    -butyuza
    Don't squash the bananas! Musa ukuzibutyuza iibhanana!
  • 2

    -xinanisa
    -xinanisana
    -hlohla
    Ten people squashed into the taxi Abantu abalishumi baxinanisana eteksini