Inguqulelo ka statement in isiXhosa

statement

inkcazo

Ubizo-magama /stayt-muhnt/

isibizoPlural statements

  • 1

    inkcazo
    The government issued a statement that schools would close during the World Cup Urhulumente ukhuphe inkcazo ethi izikolo ziya kuvalwa ngethuba lendebe yehlabathi