Inguqulelo ka stop in isiXhosa

stop

-ma

Ubizo-magama /stop/

isenzistopped, stopping

  • 1

    -ma
    -thi nqumama
    -thi xha ngokungekho sikweni
    The runner stopped to have a drink Imbaleki ikhe yema ukuze ifumane isiselo
  • 2

    -misa
    The policeman stopped the traffic Ipolisa lizimisile izithuthi
  • 3

    -yeka
    Please stop writing now Nceda yeka ngoku ukubhala