Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika store in isiXhosa

: store1store2

store1

ishishini

Ubizo-magama /staw/

isibizoPlural stores

  • 1

    ishishini
    ivenkile ngokungekho sikweni
    Here's a shoe store Nantsi ivenkile yezihlangu
    → Synonym of shop
  • 2

    izinto ezininzi ezigciniweyo
    The hospital has a store of medicines Isibhedlele sinamayeza amaninzi esiwagcinileyo
    → Synonym of stock

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika store in isiXhosa

: store1store2

store2

-gcina

Ubizo-magama /staw/

isenzistored, storing

  • 1

    -gcina
    -londoloza
    She stores tins of food in this cupboard Ugcina iinkonxa zokutya kule khabhathi