Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika strike in isiXhosa

: strike1strike2

strike1

-ntlitha

Ubizo-magama /strike/

isenzistruck, striking

  • 1

    -ntlitha
    -betha
    -nkula
    A man struck the dog with a stick Indoda ibethe inja ngentonga
    → Synonym of hit
  • 2

    -ntlitha
    -gila
    The car struck a tree Imoto intlithe umthi
    → Synonym of hit
  • 3

    -gwayimba
    Nurses are striking; they want more pay Abongikazi bagwayimbile; bafuna uchatha kwimivuzo

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika strike in isiXhosa

: strike1strike2

strike2

uqhankqalazo

Ubizo-magama /strike/

isibizoPlural strikes

  • 1

    uqhankqalazo
    ugwayimbo
    isitrayikhi
    The miners' strike ended when the managers agreed to raise wages by 7% Uqhankqalazo lwabasenenzi basemgodini luphele xa umqeshi evume uchatha wesi-7% ekhulwini