Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika strip in isiXhosa

: strip1strip2

strip1

umcu

Ubizo-magama /strip/

isibizoPlural strips

  • 1

    (of paper)
    umcu
    We wrote our names on strips of paper Sibhale amagama ethu kwimicu yephepha
  • 2

    (of cloth)
    isizityana
    Tie the parcel with a strip of cloth Yibophe ngesizityana selaphu ipasile

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika strip in isiXhosa

: strip1strip2

strip2

-khulula

Ubizo-magama /strip/

isenzistripped, stripping

  • 1

    -khulula
    -qhiza
    She stripped her clothes off and had a shower Ukhulule iimpahla wahlamba eshawarini
  • 2

    -xobula
    Strip the labels off the boxes Xobula iileyibhile ezibhokisini