Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika stuck in isiXhosa

: stuck1stuck2

stuck1

isenzi


Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika stuck in isiXhosa

: stuck1stuck2

stuck2

-qinile(yo)

Ubizo-magama /stuk/

isiphawuli

  • 1

    -qinile(yo)
    I can't open the window; it's stuck Andikwazi ukuvula ifestile kuba iqinile
  • 2

    -bambekile(yo)
    We are stuck in traffic Sibambeke kubuninzi bezithuthi endleleni
  • 3

    -xingile(yo)
    Can you help me with my maths? I'm stuck Ungandinceda kwimathematika yam? Ndixingile