Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika study in isiXhosa

: study1study2

study1

igumbi lokufundela

Ubizo-magama /stud-ee/

isibizoPlural studies

  • 1

    igumbi lokufundela
    istadi ngokungekho sikweni
    Dad's computer is in the study Ikhompyutha katata ikwelagumbi lokufundela
  • 2

    isifundo
    Geology is the study of rocks IJiyoloji sisifundo nzulu ngamatye

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika study in isiXhosa

: study1study2

study2

-funda

Ubizo-magama /stud-ee/

isenzistudied, studying

  • 1

    -funda
    We are studying insects in Science Sifunda ngezinambuzane kwezeNzululwazi
  • 2

    -qwalasela
    -phendla
    -phonononga
    Rachel studied the map and found Butterworth URachel uqwalasele imephu, wayifumana iGcuwa