Inguqulelo ka sub-tropical in isiXhosa

sub-tropical

-nganeno kwenjiko

Ubizo-magama /sub-trop-i-kuhl/

isiphawuli

inzululwazi ngezelizwe

  • 1

    -nganeno kwenjiko
    KwaZulu-Natal has a sub-tropical climate IPhondo laKwaZulu-Natal linemozulu yanganeno kwenjiko
    • having hot summers and warm winters and a lot of rain
    • ukuba nehlobo elishushu kunye nobusika obufudumeleyo nemvula eninzi