Inguqulelo ka sum in isiXhosa

sum

isambuku

Ubizo-magama /sum/

isibizoPlural sums

  • 1

    izibalo
    isambuku
    The sum of 9 and 13 is 22 (9 + 13 = 22) Isambuku se-9 ne-13 ngama-22 (9 + 13 = 22)
    • the total that you get after adding two or more numbers together
    • isambuku (itotali) osifumanayo emva kokudibanisa amanani amabini nangaphezulu
  • 2

    izibalo
    isibalo
    isam ngokungekho sikweni
    Are you good at sums at school? Uqhuba kakuhle kwizibalo esikolweni?
  • 3

    isixa semali
    Tom received a large sum of money UTom wafumana isixa semali esikhulu