Inguqulelo ka summarise in isiXhosa

summarise

-shwankathela

(summarize)

Ubizo-magama /sum-uh-rize/

isenzisummarised, summarising

  • 1

    -shwankathela
    • to give a short description of the main points of something without giving details
    • ukunika inkcazelo emfutshane ngawona manqaku aphambili wento ngaphandle kokunika iinkcukacha