Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika supply in isiXhosa

: supply1supply2

supply1

umphako

Ubizo-magama /suh-ply/

isibizoPlural supplies

  • 1

    umphako
    isitokhwe
    Maxine had a supply of food for the journey UMaxine unomphako wokutya kwendlela
  • 2

    ufundo ngezoqoqosho
    isitokhwe
    When the demand for new cars increased, producers had to increase the supply of cars Kwathi kwakunyuka ukufunwa kweemoto ezintsha abenzi beemoto kwafuneka ukuba benyuse isitokhwe seemoto
    → Compare demand
    • the amount of goods made by businesses that are available to be bought
    • ubuninzi beempahla ezenziwe kumashishini ezilungele ukuthengiswa

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika supply in isiXhosa

: supply1supply2

supply2

-nika

Ubizo-magama /suh-ply/

isenzisupplied, supplying

  • 1

    -nika
    -nikela
    -thengisa
    Farmers supply the flour mills with wheat Amafama anikela imizi yamatye okusila ingqolowa