Inguqulelo ka surround in isiXhosa

surround

-jikeleza

Ubizo-magama /suh-rownd/

isenzisurrounded, surrounding

  • 1

    -jikeleza
    -ngqonga
    -rhangqa
    Trees surround the building Imithi ijikeleze isakhiwo
  • 2

    -ngqonga
    -rhangqa
    Police surrounded the gangsters' car Amapolisa ayingqonga imoto yabaphangi