Inguqulelo ka survey in isiXhosa

survey

uphando

Ubizo-magama /sur-vay/

isibizoPlural surveys

  • 1

    uphando
    uvandlakanyo
    Do a survey to find out what percentage of learners have cellphones Yenza uphando lokufumanisa ukuba yipesenti engakanani yabafundi eneeselfowuni