Inguqulelo ka swear in isiXhosa

swear

-funga

Ubizo-magama /swair/

isenziswear, swearing, sworn

  • 1

    -funga
    In court, you must swear to tell the truth Enkundleni yamatyala kufuneka ufunge ukuba uthetha inyaniso
  • 2

    -thuka
    Zak was arrested for swearing at the police UZak wabanjelwa ukuthuka amapolisa