Inguqulelo ka synonym in isiXhosa

synonym

isifanokuthi

Ubizo-magama /sin-uh-nim/

isibizoPlural synonyms

inzululwazi geelwimi

  • 1

    isifanokuthi
    isithethantonye
    "Mistake" and "error" are synonyms Igama elithi"impazamo" nelithi"imposiso" azizifanokuthi
    • a word that means the same or almost the same as another word
    • igama elithetha into enye okanye phantse into enye nelinye igama