Inguqulelo ka system in isiXhosa

system

inkqubo

Ubizo-magama /siss-tuhm/

isibizoPlural systems

  • 1

    inkqubo
    umxokomezelo
    indlela
    We are planning a better transport system for the city Siceba inkqubo yothutho ebhetele kule dolophu
    Your digestive system includes your mouth, stomach and intestines Umxokomezelo wolwetyiso wakho uquka umlomo, isisu, namathumbu