Inguqulelo ka tackle in isiXhosa

tackle

-qubula

Ubizo-magama /tak-uhl/

isenzitackled, tackling

  • 1

    -qubula
    -ngena kumsebenzi othile ongelula
    I will tackle the dirty dishes now Ndiza kungena kuzo ngoku izitya ezimdaka
  • 2

    -wisa
    Paul was tackled in the rugby game UPaul wawiswa kumdlalo wombhoxo