Inguqulelo ka take in isiXhosa

take

-thatha

Ubizo-magama /tayk/

isenzitook, taking, taken

  • 1

    -thatha
    -sa
    Take this box home Thatha le bhokisi uyigoduse
    I'll take you to school Ndiza kukusa esikolweni
  • 2

    -thatha
    This job will take two days Lo msebenzi uza kuthatha iintsuku ezimbini
  • 3

    -thatha
    The car takes up a lot of space Le moto ithatha indawo enkulu
  • 4

    -khwela
    -thatha
    I'll take the train to town Ndiza kukhwela uloliwe ndiye edolophini
  • 5

    (medicine)
    -sela
    Take three pills a day Sela iipilisi ezintathu ngemini