Inguqulelo ka tape in isiXhosa

tape

iteyiphu

Ubizo-magama /tayp/

isibizoPlural tapes

  • 1

    (sticky tape)
    iteyiphu
    Use sticky tape to fix a torn page Sebenzisa iteyiphu yokuncamathisela ulungise ngayo iphepha elikrazukileyo
  • 2

    (flat string)
    iteyiphu
    Tie the parcel with a tape Bopha ipasile ngeteyiphu