Inguqulelo ka tease in isiXhosa

tease

-qhula

Ubizo-magama /teez/

isenziteased, teasing

  • 1

    -qhula
    -tererha ngokungekho sikweni
    -korhola ngokungekho sikweni
    People tease me because I'm so short Abantu bayandiqhula kuba ndimfutshane