Inguqulelo ka telescope in isiXhosa

telescope

itheleskophu

Ubizo-magama /tel-uh-skohp/

isibizoPlural telescopes

itheknoloji

  • 1

    itheleskophu
    iferikeyikile
    If you look through the telescope, you can see the planet quite clearly Ukuba ujonga itheleskophu uyakwazi ukuyibona iplanethi ngokucacileyo
    • an instrument shaped like a tube that makes things that are far away look closer
    • isixhobo simile okwetyhubhu esenza izinto ezikude zibonakale zikufuphi