Inguqulelo ka tell in isiXhosa

tell

-xelela

Ubizo-magama /tel/

isenzitold, telling

  • 1

    -xelela
    Please tell my father that I've gone Nceda uxelele utata ukuba ndimkile
  • 2

    -balisa
    Gcina is telling a story UGcina ubalisa ibali
  • 3

    -yalela
    The teacher told us to read this story Utitshala usiyalele ukuba sifunde eli bali
  • 4

    -qonda
    -bona
    I can tell that she's upset Ndiyambona ukuba uqumbile