Inguqulelo ka terrible in isiXhosa

terrible

-bi

Ubizo-magama /te-ri-buhl/

isiphawulimore terrible, most terrible

  • 1

    -bi
    -oyikeka(yo)
    -khwankqisa(yo)
    -masikizi
    There was a terrible accident, and four people died Bekukho ingozi eyoyikekayo;kusweleke abantu abane kuyo