Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika test in isiXhosa

: test1test2

test1

uvavanyo

Ubizo-magama /test/

isibizoPlural tests

  • 1

    uvavanyo
    We had an English test today Besinovavanyo lwesiNgesi namhlanje
    Kerry passed her driving test UKerry ulupasile uvavanyo lwakhe lokuqhuba

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika test in isiXhosa

: test1test2

test2

-hlola

Ubizo-magama /test/

isenzitested, testing

  • 1

    -hlola
    -vavanya
    -linga
    The teacher will test our spelling Utitshala uza kuhlola upelo
  • 2

    -xilonga
    -hlola
    -jonga
    -vavanya
    I had my eyes tested Amehlo am axilongiwe