Inguqulelo ka texture in isiXhosa

texture

Ubizo-magama /tekss-tshuh/

isibizoPlural textures

  • 1

    indlela evakala ngayo into esandleni
    the soft, smooth texture of silk ukuthamba nokuguda kwesilika
    a carpet with rough texture ikhaphethi erhabaxa

Usetyenziso

Notice how 'texture' is expressed in the examples. There is no direct translation of this word.