Inguqulelo ka the proportion of something to something in isiXhosa

the proportion of something to something

inani

  • 1

    inani
    ulwalamano
    uthelekiso lwamanani okanye lobunganani
    The proportion of girls to boys in our school is almost equal: there are 450 girls and 448 boys Inani lamantombazana xa lithelekiswa nelamakhwenkwe esikolweni sethu liphantse lilingane, kukho amantombazana angama-450 namakhwenkwe angama-448