Inguqulelo ka there in isiXhosa

there

apho

isihlomelo

  • 1

    apho
    You can sit there Ungahlala apho
  • 2

    (over there)
    phaya
    He's sitting over there Uhlala phaya
  • 3

    -kho
    -khona
    There is milk in the fridge Kukho ubisi efrijini
  • 4

    There's your pen Nalo usiba lwakho
    There's the money Nantso imali
    There's the money over there Nantsiya imali
  • 5

    (in exclamations)
    There goes the train! Nantso ke itreyini ihamba!

Usetyenziso

Don't confuse 'there' with 'their'.