Inguqulelo ka thick in isiXhosa

thick

-khulu

Ubizo-magama /thik/

isiphawulithicker, thickest

  • 1

    -khulu
    -ngqingqwa
    -deki ngokungekho sikweni
    It's a thick book with 1 000 pages Yincwadi enkulu enamaphepha ali-1 000
    → Antonym of thin
    A thick blanket will keep you warm Ingubo engqingqwa iza kukugcina ushushu
  • 2

    -shinyene(yo)
    thick fog inkungu eshinyeneyo
  • 3

    -deki
    -jiyile(yo)
    This paint is too thick Le peyinti ijiye kakhulu
    → Antonym of thin