Inguqulelo ka thin in isiXhosa

thin

-bhityile(yo)

Ubizo-magama /thin/

isiphawulithinner, thinnest

  • 1

    -bhityile(yo)
    -nciphile(yo)
    Cut thin slices of bread Sika izilayi zesonka ezibhityileyo
    → Antonym of thick
  • 2

    -manzi
    -mxambuluza
    The paint is too thin Ipeyinti imanzi kakhulu
    → Antonym of thick
  • 3

    -nqinile(yo)
    -bhityile(yo)
    The horse is hungry and thin Ihashe lilambile yaye linqinile
    → Antonym of fat
    a thin man indoda ebhityileyo
  • 4

    (blankets, cloth)
    -lwasulwasu
    a thin blanket ingubo elwasulwasu