Inguqulelo ka thread in isiXhosa

thread

umsonto

Ubizo-magama /thred/

isibizoPlural threads

  • 1

    umsonto
    irhali
    She's sewing with a needle and thread Uthunga ngenaliti nomsonto

Inguqulelo ka thread in isiXhosa

thread

-faka umsonto

Ubizo-magama /thred/

isenzi

  • 1

    -faka umsonto
    I'm trying to thread cotton through the eye of the needle Ndizama ukufaka umsonto kwiliso lenaliti

Inguqulelo ka thread in isiXhosa

thread

-faka umsonto

Ubizo-magama /thred/

isenzi

  • 1

    -faka umsonto
    I'm trying to thread cotton through the eye of the needle Ndizama ukufaka umsonto kwiliso lenaliti