Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika tick in isiXhosa

: tick1tick2tick3

tick1

ikhalane

Ubizo-magama /tik/

isibizoPlural ticks

  • 1

    (small blood-sucking animal)
    ikhalane
    Ticks can pass on serious diseases to other animals Amakhalane angabangela izifo ezinobuzaza kwezinye izilwanyana

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika tick in isiXhosa

: tick1tick2tick3

tick2

-phawula

isenzi

  • 1

    -phawula
    She ticked the correct answers Waphawula iimpendulo ezichanekileyo

Kukho i 3 iinguqulelo eziyintloko zika tick in isiXhosa

: tick1tick2tick3

tick3

uphawu

Ubizo-magama /tik/

isibizoPlural ticks

  • 1

    uphawu
    Mark each correct answer with a tick Phawula impendulo nganye echanekileyo ngophawu