Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika tie in isiXhosa

: tie1tie2

tie1

-qhina

isenzitied, tying

  • 1

    -qhina
    -bopha
    Tie a knot Qhina iqhina
    The parcel is tied with string Ipasile ibotshwe ngomtya

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika tie in isiXhosa

: tie1tie2

tie2

iqhina

isibizoPlural ties

  • 1

    iqhina
    He's wearing a tie Unxibe iqhina
  • 2

    imidlalo
    ulingano
    ubambano
    The match ended in a tie Umdlalo waphela ngolingano