Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika tip in isiXhosa

: tip1tip2

tip1

incam

Ubizo-magama /tip/

isibizoPlural tips

  • 1

    incam
    a pencil with a sharp tip ipensile enencam ebukhali
  • 2

    ibhaswana
    isithabathaba
    itiphu ngokungekho sikweni
    He gives a tip of R5 to the car-guard Unika ibhaswana le-R5 kwidindala leemoto

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika tip in isiXhosa

: tip1tip2

tip2

-thambekisa

Ubizo-magama /tip/

isenzitipped, tipping

  • 1

    -thambekisa
    -qubuda
    -phethula
    Don't tip your chair back Musa ukusithambekisela ngemva isitulo sakho
  • 2

    -galela
    -phokozela
    I tipped a cup of rice into a pot Ndagalela ikomityi yerayisi embizeni
  • 3

    (give a small amount of money as thanks)
    -bhasela
    She tipped the waiter in the restaurant Wabhasela iweyitala kwirestyu