Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika top in isiXhosa

: top1top2

top1

incochoyi

Ubizo-magama /top/

isibizoPlural tops

  • 1

    incochoyi
    umphezulu
    umntla
    incopho
    The boy climbed to the top of the hill Inkwenkwe yakhwela yaya kutsho encochoyini yenduli
  • 2

    (lid of bottle)
    isiciko
    Remember to put the top on the bottle Uze ukhumbule ukubeka isiciko embodleleni

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika top in isiXhosa

: top1top2

top2

phezulu

Ubizo-magama /top/

isiphawuli

  • 1

    phezulu
    Keep medicines on the top shelf Gcina amayeza kwishelufa ephezulu
    Sarah got the top mark for History USarah wafumana awona manqaku aphezulu kwezeMbali