Inguqulelo ka tough in isiXhosa

tough

-omelele(yo)

Ubizo-magama /tuf/

isiphawulitougher, toughest

  • 1

    -omelele(yo)
    -qinile(yo)
    -lushica
    -ngwanzilili
    Andy is a tough rugby player UAndy ngumdlali wombhoxo owomeleleyo
  • 2

    -lukhuni
    -qinile(yo)
    -lushica
    I don't like tough meat Andiyithandi inyama elukhuni
  • 3ngokungekho sikweni

    -nzima
    That is a tough job Ngumsebenzi onzima lowo