Inguqulelo ka town in isiXhosa

town

idolophu

Ubizo-magama /town/

isibizoPlural towns

  • 1

    idolophu
    Kokstad is a town in KwaZulu-Natal IKokstad yidolophu ekwiPhondo laKwaZulu-Natal
    She's going to do some shopping in town Uya kuthenga iintwana-ntwana edolophini

Usetyenziso

A very large town is called a 'city' and a small settlement is called a 'village'.