Inguqulelo ka track in isiXhosa

track

umzila

Ubizo-magama /trak/

isibizoPlural tracks

  • 1

    umzila
    umkhondo
    indledlana
    He walks along a stony track up the mountain Uhamba ngendledlana enamatye enyuka intaba
    → Synonym of path
  • 2

    (railway)
    umzila
    isiporo ngokungekho sikweni
    The train runs along these tracks Itreyini ihamba kule mizila
  • 3

    umzila
    She followed the tracks of a bushbuck in the sand Walandela imizila yembabala entlabathini
  • 4

    imidlalo
    ibala
    The runners race around this track Iimbaleki zibaleka zijikeleze kweli bala
  • 5

    ingoma
    Which is your favourite track on the CD? Yeyiphi ingoma oyithanda kakhulu kwi-CD?