Inguqulelo ka tradition in isiXhosa

tradition

isiko

Ubizo-magama /truh-dish-uhn/

isibizoPlural traditions

  • 1

    isiko
    isithethe
    imveli
    It is a Christian tradition to celebrate Christmas Lisiko lamaKrestu ukubhiyozela iKrisimesi

Usetyenziso

When referring to something that is traditional in southern Africa, 'isiNtu' prefixed by a possessive concord is often used, as in 'kwitheko lesiNtu'.