Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika train in isiXhosa

: train1train2

train1

-qeqesha

Ubizo-magama /trayn/

isenzitrained, training

  • 1

    -qeqesha
    -qhelisa
    Vusi trained Mike to manage the shop UVusi waqeqesha uMike ekuphatheni ivenkile
    He trained his dog to fetch the ball Wayiqhelisa inja yakhe ekulandeni ibhola
  • 2

    -ziqeqesha
    -zilolonga
    If you want to run a marathon, you must train Ukuba ufuna ukubaleka umgama omde, kufuneka uziqeqeshe

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika train in isiXhosa

: train1train2

train2

uloliwe

Ubizo-magama /trayn/

isibizoPlural trains

  • 1

    uloliwe
    itreyini
    She went to Paarl by train Waya ePaarl ngololiwe