Inguqulelo ka transaction in isiXhosa

transaction

intengiselwano

Ubizo-magama /traanss-ak-shuhn/

isibizoPlural transactions

ufundo ngezoqoqosho

  • 1

    intengiselwano
    umcimbi wemali
    • an activity involving money, for example paying for goods, or taking money out of a bank account
    • umsebenzi obandakanya imali, umzekelo ukubhatalela iimpahla, okanye ukukhupha imali ebhankini