Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika transfer in isiXhosa

: transfer1transfer2

transfer1

-dlulisela

Ubizo-magama /traanss-fur/

isenzitransferred, transferring

  • 1

    -dlulisela
    The buyer must transfer R500 from his bank account to mine Umthengi makadlulisele ama-R500 akwiakhawunti yakhe yebhanki kweyam
  • 2

    -tshintshela
    The shop manager was transferred to the Durban branch Umphathi wevenkile watshintshelwa kwisebe eliseThekwini

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika transfer in isiXhosa

: transfer1transfer2

transfer2

udluliselo

Ubizo-magama /traanss-fur/

isibizoPlural transfers

  • 1

    udluliselo
    utshintshelo
    itransfe ngokungekho sikweni
    He made a transfer of R700 to the school's bank account Wenza udluliselo lwama-R700 kwiakhawunti yebhanki yesikolo