Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika transport in isiXhosa

: transport1transport2

transport1

isithuthi

Ubizo-magama /traanss-pawt/

isibizo

  • 1

    isithuthi
    Trains, boats, and buses are all forms of transport Iitreyini, izikhephe neebhasi zonke ziindidi zezithuthi

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika transport in isiXhosa

: transport1transport2

transport2

-thutha

Ubizo-magama /traanss-pawt/

isenzitransported, transporting

  • 1

    -thutha
    Fruit is transported from farms to the town by lorry Iziqhamo zithuthwa ngelori ukusuka efama ukuya edolophini