Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika treat in isiXhosa

: treat1treat2

treat1

-phatha

Ubizo-magama /treet/

isenzitreated, treating

  • 1

    -phatha
    The teacher treats learners kindly but firmly Utitshala ubaphatha ngemfesane kodwa ngokuzinzileyo abafundi
  • 2

    -nyanga
    A doctor is treating my injury UGqirha unyanga umenzakalo wam

Kukho i 2 iinguqulelo eziyintloko zika treat in isiXhosa

: treat1treat2

treat2

sisimuncumuncu

Ubizo-magama /treet/

isibizoPlural treats

  • 1

    sisimuncumuncu
    Ice cream with chocolate sauce is a treat Iayisikhrim enetshokholethi sisimuncumuncu